Logo de YouVersion
Ícono Búsqueda

Ivangeli ka‐Luke 24:46-47

Ivangeli ka‐Luke 24:46-47 XHO1902A

wati kubo: Kuba̔liwe ngokunjalo, bekufanele nangokunjalo ukuba u‐Kristu eve intlungu, nokuba abuye avuke ekufeni ngomhla wesitatu, nokuba kushunyayelwe egameni lake uguquko noxolelwa lwezono pakati kwazo zonke intlanga, kuqalwa e‐Yerusaleme.