1
Ivangeli ka‐Johane 11:25-26
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Watsho u‐Yesu kuye ukuti: Mna ndilulo uvuko, ndibubo nobomi: okolwayo kum, nakuba afayo, uya kudla ubomi; nosukuba esidla ubomi ekolwa kum, akasayi kufa napakade. Uyakolwa kuko oku na?
Comparar
Explorar Ivangeli ka‐Johane 11:25-26
2
Ivangeli ka‐Johane 11:40
Wati u‐Yesu kuye: Andatsho kuwe na ukuti: Xeshekweni ukolwayo, uya kubona ubungcwalisa BUKATIXO?
Explorar Ivangeli ka‐Johane 11:40
3
Ivangeli ka‐Johane 11:35
Walila inyembezi u‐Yesu.
Explorar Ivangeli ka‐Johane 11:35
4
Ivangeli ka‐Johane 11:4
Kodwa u‐Yesu akuva oko wati: Esisifo asisesokuba kube kukufa, singenxa yobungcwalisa BUKATIXO, ukuze unyana KATIXO enzelwe ubungcwalisa ngaso.
Explorar Ivangeli ka‐Johane 11:4
5
Ivangeli ka‐Johane 11:43-44
Waza akuba ebetshilo wadanduluka ngelizwi elikulu, esiti: Lazarusi, puma! Waza wapuma ofileyo, ebotshiwe izandla nenyawo ngezibopo zokuncw̔aba: kanjalo ubuso bake bebubotshelwe ngeqiya. Wati u‐Yesu kubo: Mkululeni, nimyeke ahambe.
Explorar Ivangeli ka‐Johane 11:43-44
6
Ivangeli ka‐Johane 11:38
Wandula u‐Yesu, evuswa kakulu kanjako pakati kwake, weza encw̔abeni. Belingumqolomba ke; kanjalo ilitye belilele ngakuwo.
Explorar Ivangeli ka‐Johane 11:38
7
Ivangeli ka‐Johane 11:11
Watsho ke; waza emveni kwoku wati kubo: Umhlobo wetu u‐Lazarusi ulele; koko ndiya ukuze ndimvuse.
Explorar Ivangeli ka‐Johane 11:11
Inicio
Biblia
Planes
Videos