1
KWABASE-EFESE 2:10
IZIBHALO EZINGCWELE
Kuba thina singumsebenzi wakhe, sídalelwe kuKristu Yesu, ukuze senze imisebenzi elungileyo, awayilungisayo uThixo ngenxa engaphambili, ukuze sihambe kuyo.
Comparar
Explorar KWABASE-EFESE 2:10
2
KWABASE-EFESE 2:8-9
Kuba nisindiswe ngokubabalwa nangalo ukholo; nako oko kungaphumi kuni, kusisipho sikaThixo; akuphumi misebenzini, hleze kubekho bani uqhayisayo.
Explorar KWABASE-EFESE 2:8-9
3
KWABASE-EFESE 2:4-5
Ke uThixo, esisityebi nje ngenceba, uthe ngenxa yothando lwakhe olukhulu, awasithanda ngalo, thina sifile nje ziziphoso, wasidlisa ubomi ndawonye noKristu (nisindiswé ngokubabalwa)
Explorar KWABASE-EFESE 2:4-5
4
KWABASE-EFESE 2:6
wasivusa naye, wasihlalisa naye kwezasemazulwini iindawo, sikuKristu Yesu
Explorar KWABASE-EFESE 2:6
5
KWABASE-EFESE 2:19-20
Ngoko ke anisengabasemzini nabaphambukeli; ningamakhaya kubo abangcwele, ningabendlu kaThixo, nakhelwe phezu kwelitye lesiseko sabapostile• nabaprofeti, inguYesu Kristu ngokwakhe ilitye lembombo
Explorar KWABASE-EFESE 2:19-20
Inicio
Biblia
Planes
Videos