U‐Jeremiya 39:17-18
U‐Jeremiya 39:17-18 XHO1902A
Kodwa ndiya kuhlangula wena ngomhla lowo, utsho UYEHOVA; waungayi kunikelwa esandleni samadoda lawo uwoyikayo. Ngokuba ndiya kukusindisa ngenyaniso, waungayi kuwa ngesiṙele; kodwa ubomi bako boba lixoba kuwe, ngokokuba utembele kum, utsho UYEHOVA.