IINDUMISO 73:25-26
IINDUMISO 73:25-26 XHO75
Ndinabani na emazulwini? Ukuba wena ungowam, andilinanze nganto ihlabathi. Ingáphela inyama yam nentliziyo yam: Iliwa lentliziyo yam, nesabelo sam, nguThixo ngonaphakade.