UMATEYU 23:11-12
UMATEYU 23:11-12 XHO75
Omkhulu ke kuni makabe ngumlungiseleli wenu. Osukuba ke eziphakamisa uya kuthotywa; nosukuba ezithoba uya kuphakanyiswa.