ULUKA 24:50-53
ULUKA 24:50-53 XHO75
Ke kaloku wabarholela ngaphandle, kwada kwaya eBhetani; waziphakamisa izandla zakhe, wabasikelela. Kwathi, ekubasikeleleni kwakhe, wahluka kubo, wenyuswa wasiwa emazulwini. Baza bona, bakuba bequbudile kuye, babuyela eYerusalem benovuyo olukhulu. Bamana behleli etempileni, bedumisa, bebonga uThixo. Amen.