OOKUMKANI II 4:6
OOKUMKANI II 4:6 XHO75
Kwathi, zakuzala izitya, wathi kunyana wakhe, Zisa esinye isitya kum. Wathi yena kuye, Akusekho sitya: yanqamka ke ioli.