KAYOHANE I 4:7-8
KAYOHANE I 4:7-8 XHO75
Zintanda, masithandane; ngokuba uthando lwaphuma kuThixo. Bonke abanothando bazelwe nguThixo, bayamazi uThixo. Lowo ungenaluthando akazanga amazi uThixo, ngokuba uThixo uluthando.