1
Iindumiso Iindumiso 2:8
Contemporary Xhosa Bible 2024
Cela kum, ndikunike iintlanga zibe lilifa lakho, neziphelo zehlabathi zibe bubutyebi bakho.
Compare
Explore Iindumiso Iindumiso 2:8
2
Iindumiso Iindumiso 2:12
Mangeni uNyana, hleze aqumbe, atshabalale endleleni, Ukuba uvutha umsindo wakhe umzuzwana. Hayi, uyolo lwabo bonke abazimela ngaye!
Explore Iindumiso Iindumiso 2:12
3
Iindumiso Iindumiso 2:2-3
Ookumkani behlabathi bazilungiselele, nezikhulu zicebisana kunye uYehova nomthanjiswa wakhe; Masiyiqhawule imixokelelwane yabo, siwaphose kuthi amathambo abo.
Explore Iindumiso Iindumiso 2:2-3
4
Iindumiso Iindumiso 2:10-11
Yibani ngobulumko, nina bokumkani; Mkhonzeni uYehova ninoloyiko, nigcobe ningcangcazela.
Explore Iindumiso Iindumiso 2:10-11
Home
Bible
Plans
Videos