1
Iindumiso Iindumiso 1:1-2
Contemporary Xhosa Bible 2024
Hayi, uyolo lomntu ongahambiyo ngecebo labangendawo, ongemiyo endleleni yaboni, ongahlaliyo etroneni yabagxeki. Yena unonelela umyalelo kaYehova; kwaye ucamanga ngomyalelo wakhe imini nobusuku.
Compare
Explore Iindumiso Iindumiso 1:1-2
2
Iindumiso Iindumiso 1:3
Unjengomthi omiliselwe phezu kwemijelo yamanzi, Onika isiqhamo sawo ngexesha lawo; igqabi lawo aliyi kubuna; yaye konke akwenzayo kophumelela.
Explore Iindumiso Iindumiso 1:3
3
Iindumiso Iindumiso 1:6
Ngokuba uYehova uyayazi indlela yamalungisa, kodwa indlela yabangendawo iya kudaka.
Explore Iindumiso Iindumiso 1:6
Home
Bible
Plans
Videos