1
KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:6
Contemporary Xhosa Bible 2024
ndikholose ngayo le nto, yokuba lowo wawuqalayo ngaphakathi kwenu umsebenzi olungileyo, wowufeza, ide ibe yiloo mini kaYesu Kristu
Compare
Explore KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:6
2
KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:9-10
Ndithandazela ke oku, ukuba uthando lwenu luphuphume ngakumbi nangakumbi ekwazini nasekucingeni konke, ukuze nizicikide izinto eziziincamisa; ukuze nibe msulwa, ningabi nasiphako, ide ibe yiloo mini kaKristu
Explore KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:9-10
3
KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:21
Kuba kum mna, ukudla ubomi kunguKristu, ukufa kuyinzuzo.
Explore KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:21
4
KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:3
Ndiyambulela uThixo wam xa ndinikhumbula.
Explore KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:3
5
KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:27
Kuphela nje ihambo yenu mayibe njengokufanele ukuzishumayela iindaba ezilungileyo zikaKristu; ukuze, nokuba ndithe ndeza kunibona, nokuba ndingekhoyo, ndive iindaba zenu, ukuba nimi moyeni mnye, nicinga nto-nye, nizama ukholo lwenu, ivangeli
Explore KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:27
6
KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:20
kuye ngokulangazelela nangokuthemba kwam, ukuba andiyi kudaniswa nganto; uya kusuka ngako konke ukungafihlisi, njengokwamaxesha onke, athi nangoku enziwe mkhulu uKristu emzimbeni wam, nokuba na kungobomi, nokuba kungokufa.
Explore KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:20
7
KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:29
Kaloku naninikwe igunya ngenxa kaKrestu, ukuze ninganeli kukholwa kuye kuphela, koko nive ubunzima ngenxa yakhe
Explore KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:29
Home
Bible
Plans
Videos