1
EkaJakobi EkaJakobi 2:17
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ngokunjalo nalo ukholo, ukuba luthi lungabi namisebenzi, lufile ngokukokwalo.
Compare
Explore EkaJakobi EkaJakobi 2:17
2
EkaJakobi EkaJakobi 2:26
Kaloku, kwanjengokuba umzimba, ungekho umoya, ufile, ngokunjalo ukholo, ingekho imisebenzi, lufile nalo.
Explore EkaJakobi EkaJakobi 2:26
3
EkaJakobi EkaJakobi 2:14
Kunceda ntoni na, bazalwana bam, ukuba umntu uthi unokholo, abe imisebenzi ke engenayo? Lunako na ukumsindisa ukholo?
Explore EkaJakobi EkaJakobi 2:14
4
EkaJakobi EkaJakobi 2:19
Wena uyakholwa ukuba uThixo mnye; uyatyapha; nazo iidemon ziyakholwa, zibe namanwele.
Explore EkaJakobi EkaJakobi 2:19
5
EkaJakobi EkaJakobi 2:18
Wosuka omnye, athi, Wena unokholo, ke mna ndinemisebenzi; ndibonise ukholo lwakho olungenamisebenzi yakho; nam ndokubonisa ngokwasemisebenzini yam ukholo lwam.
Explore EkaJakobi EkaJakobi 2:18
6
EkaJakobi EkaJakobi 2:13
Kuba umgwebo awuyi kuba natarhu kulowo ungenzanga nceba; yaye inceba iyawuqhayisela umgwebo.
Explore EkaJakobi EkaJakobi 2:13
7
EkaJakobi EkaJakobi 2:24
Niyabona ke ngoko, ukuba umntu uyagwetyelwa ngokwasemisebenzini; kungabi ngokwaselukholweni lodwa.
Explore EkaJakobi EkaJakobi 2:24
8
EkaJakobi EkaJakobi 2:22
Uyabona ukuba ukholo lwalusebenzisana nemisebenzi yakhe, lwenziwa wagqibelela ukholo ngokwasemisebenzini?
Explore EkaJakobi EkaJakobi 2:22
Home
Bible
Plans
Videos