1
Amaculo 59:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa mna ndiya kuvuma ngawo amandla ako; ewe, ndiya kudumisa ububele bako ngovuyo kwa kusasa: ngokuba ubuyinyango nendawo yokupepela kum, ngemini yokubandezelwa kwam.
Compare
Explore Amaculo 59:16
2
Amaculo 59:17
Ndiya kuculela wena, mandla am! ngokuba UTIXO eyinyango yam, UTIXO wobubele bam.
Explore Amaculo 59:17
3
Amaculo 59:9-10
Ngenxa yamandla ake ndiya kukangela kuwe; ngokuba UTIXO eyinyango yam. UTIXO wobubele bam uya kundandulela; UTIXO uya kundikangelisa pezu kwabandihlolayo.
Explore Amaculo 59:9-10
4
Amaculo 59:1
NDIHLANGULE ezintshabeni zam, TIXO wam! ndibeke pezulu kubo abandisukelayo.
Explore Amaculo 59:1
Home
Bible
Plans
Videos