1
Amaculo 28:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
UYEHOVA ungamandla am, nekaka lam; intliziyo yam yatembela kuye, ndancedwa ke: iti ngoko intliziyo yam ivuye kakulu; ndandiya kumdumisa ngeculo lam.
Compare
Explore Amaculo 28:7
2
Amaculo 28:8
UYEHOVA ungamandla abo; uyinqaba yosindiso yomtanjiswa wake yena.
Explore Amaculo 28:8
3
Amaculo 28:6
Makabongwe UYEHOVA; ngokuba evile ilizwi lezikungo zam.
Explore Amaculo 28:6
4
Amaculo 28:9
Sindisa abantu bako, utamsanqelise ilifa lako; bapate, ubapakamise kude kube ngunapakade.
Explore Amaculo 28:9
Home
Bible
Plans
Videos