1
Amaculo 104:34
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ukumcinga kwam kwoba mnandi: ndovuya ngaye UYEHOVA.
Compare
Explore Amaculo 104:34
2
Amaculo 104:33
Ndovuma KUYEHOVA ngexa ndisadla ubomi; ndocula KUTIXO wam ngexa ndiseko.
Explore Amaculo 104:33
3
Amaculo 104:1
MBONGE UYEHOVA, mpefumlo wam! YEHOVA, TIXO wam! umkulu kakulu; uvatisiwe ngodumo nangobukulu.
Explore Amaculo 104:1
Home
Bible
Plans
Videos