1
Amaculo 103:2
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Mbonge UYEHOVA, mpefumlo wam! ungalibali zonke izincedo zake
Compare
Explore Amaculo 103:2
2
Amaculo 103:3-5
oxolela zonke inkohlakalo zako; opilisa zonke izifo zako; okulula ubomi bako ekutshabalaleni; okupahlayo ngezibele nangenceba; okolisa umlomo wako ngokulungileyo; bude ubutsha bako buhlaziywe njengobokozi.
Explore Amaculo 103:3-5
3
Amaculo 103:1
MBONGE UYEHOVA, mpefumlo wam! nako konke okupakati kwam, libonge igama lake eliyingcwele!
Explore Amaculo 103:1
4
Amaculo 103:13
Njengenceba yoyise pezu kwabantwana bake, injalo inceba KAYEHOVA pezu kwabamoyikayo.
Explore Amaculo 103:13
5
Amaculo 103:12
Njengokuba kude kwelokupuma kwelanga nelokutshona, uyazibeka kude nati izigqito zetu.
Explore Amaculo 103:12
6
Amaculo 103:8
UYEHOVA unenceba nofefe; uqumba kade, enobubele obuninzi.
Explore Amaculo 103:8
7
Amaculo 103:10-11
Akenzanga kuti njengokwezono zetu; akasivuzanga njengokwenkohlakalo zetu. Ngokuba njengobude bezulu pezu kwomhlaba, bungako ubukulu bobubele bake pezu kwabamoyikayo.
Explore Amaculo 103:10-11
8
Amaculo 103:19
UYEHOVA umisile iterone yake ezulwini; ubukumkani bake bupete pezu konke.
Explore Amaculo 103:19
Home
Bible
Plans
Videos