1
Abagwebi 2:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Sada sonke esosizukulwana naso sabutelwa kubo oyise baso. Kwaye kuvuka isizukulwana simbi emva kwabo, esibe singamazi UYEHOVA, kwa nomsebenzi abewenzele o‐Sirayeli.
Compare
Explore Abagwebi 2:10
2
Abagwebi 2:18
Naxeshekweni UYEHOVA wabavuselayo abagwebi, wandula UYEHOVA wanaye umgwebi, wabasindisa esandleni sentshaba zabo yonke imihla yomgwebi: ngokuba UYEHOVA ebenosizi ngako ukutswina kwabo ngenxa yabancinezeli babo nababandezeli babo.
Explore Abagwebi 2:18
Home
Bible
Plans
Videos