Abagwebi 2:10
Abagwebi 2:10 XHO1902A
Sada sonke esosizukulwana naso sabutelwa kubo oyise baso. Kwaye kuvuka isizukulwana simbi emva kwabo, esibe singamazi UYEHOVA, kwa nomsebenzi abewenzele o‐Sirayeli.