1
INGOMA YAZO IINGOMA 8:6
IZIBHALO EZINGCWELE
Ndíbeke njengomsesane wokutywina entliziyweni yakho, njengomsesane wokutywina engalweni yakho. Ngokuba uthando lunjengokufa, ukuba nengcwangu, Ubukhwele bunjengelabafileyo, ukuba lukhuni; Amalangatye abo ngamalangatye omlilo, Ngamadangatye kaYehova.
Compare
Explore INGOMA YAZO IINGOMA 8:6
2
INGOMA YAZO IINGOMA 8:7
Amanzi amaninzi akanakulucima uthando; Imilambo ayinakuluntywilisela. Ingafanelana indoda irhole bonke ubuncwane bendlu yayo ngenxa yothando, Ingádelwa ideliwe.
Explore INGOMA YAZO IINGOMA 8:7
Home
Bible
Plans
Videos