INGOMA YAZO IINGOMA 8:7
INGOMA YAZO IINGOMA 8:7 XHO75
Amanzi amaninzi akanakulucima uthando; Imilambo ayinakuluntywilisela. Ingafanelana indoda irhole bonke ubuncwane bendlu yayo ngenxa yothando, Ingádelwa ideliwe.