1
IINDUMISO 10:17-18
IZIBHALO EZINGCWELE
Umnqweno wabalulamileyo uwuvile, Yehova; Wazizimasa iintliziyo zabo, wayibaza indlebe yakho, Ukuba ugwebe ityala lenkedama noxinzelelweyo, Angabi sabangcangcazelisa umntu wasehlabathini.
Compare
Explore IINDUMISO 10:17-18
2
IINDUMISO 10:14
Ùbonile wena; ngokuba uyabubona ububi nenkathazo, ubùbeke esandleni sakho; Úzinikela kuwe oludwayi; Ùngumncedi weenkedama wena.
Explore IINDUMISO 10:14
3
IINDUMISO 10:1
Yini na ukuba umele mgama, Yehova, Uzifihle ngamaxesha engxingongo?
Explore IINDUMISO 10:1
4
IINDUMISO 10:12
Khawusuk' ume, Yehova, phakamisa isandla sakho, Thixo. Musa ukubalibala abalulamileyo.
Explore IINDUMISO 10:12
Home
Bible
Plans
Videos