1
INTSHUMAYELI 7:9
IZIBHALO EZINGCWELE
Musa ukukungxamela ukuqumba ngomoya wakho, ngokuba ingqumbo ilala esifubeni sezidenge.
Compare
Explore INTSHUMAYELI 7:9
2
INTSHUMAYELI 7:14
Ngomhla wentsikelelo chwayitha, nangomhla wobubi qonda kakuhle, ukuba naló, kwanjengalowa, wenziwe nguThixo, ngenxa enokuba umntu engafumani nto emva kwakhe.
Explore INTSHUMAYELI 7:14
3
INTSHUMAYELI 7:8
Kulungile ukugqitywa kwendawo, ngaphezu kokuqalwa kwayo; ulungile umoya ozeka kade umsindo, kunomoya ozidlayo.
Explore INTSHUMAYELI 7:8
4
INTSHUMAYELI 7:20
Ngokuba akukho mntu ulilungisa ehlabathini, wenza okulungileyo, angoni.
Explore INTSHUMAYELI 7:20
5
INTSHUMAYELI 7:12
Ngokuba ubulumko bungumthunzi, imali ingumthunzi; ke ukugqithisela kokwazi, kukuba ubulumko buyabasindisa abo banabo.
Explore INTSHUMAYELI 7:12
6
INTSHUMAYELI 7:1
Igama elilungileyo lingaphezulu nakwioli elungileyo; ulungile umhla wokufa ngaphezu komhla wokuzalwa komntu.
Explore INTSHUMAYELI 7:1
7
INTSHUMAYELI 7:5
Kulungile ukuva ukukhalimela kwesilumko, kunokuba umntu eve ingoma yezidenge.
Explore INTSHUMAYELI 7:5
8
INTSHUMAYELI 7:2
Kulungile ukuya endlwini yesijwili kunokuya endlwini yemigidi; kuba oko kukuphela kwabantu bonke, aze ophilileyo akunyamekele ngentliziyo oko.
Explore INTSHUMAYELI 7:2
9
INTSHUMAYELI 7:4
Intliziyo yezilumko isendlwini yesijwili; ke intliziyo yezidenge isendlwini yovuyo.
Explore INTSHUMAYELI 7:4
Home
Bible
Plans
Videos