1
INTSHUMAYELI 6:9
IZIBHALO EZINGCWELE
Kulungile ukubona kwamehlo ngaphezu kokuhambahamba komphefumlo. Kwanaloo nto ingamampunge nokusukelana nomoya.
Compare
Explore INTSHUMAYELI 6:9
2
INTSHUMAYELI 6:10
Loo nto iselikho, yabe iselithiywe kade igama layo; yaziwa into aya kuba yiyo umntu; akanakumelana nalowo unokumeyisa.
Explore INTSHUMAYELI 6:10
3
INTSHUMAYELI 6:2
yindoda uThixo ayinike ubutyebi, nokuqweba, nozuko, ungasweli umphefumlo wayo nanye into engáyinqwenelayo, aze uThixo angayiphi amandla okuyidla; ngokuba idliwa yenye indoda. Ngamampunge lawo, sisifo esibi eso.
Explore INTSHUMAYELI 6:2
4
INTSHUMAYELI 6:7
Yonke imigudu yomntu uyenzela umlomo wakhe; ukanti umphefumlo awuzali.
Explore INTSHUMAYELI 6:7
Home
Bible
Plans
Videos