1
INTSHUMAYELI 10:10
IZIBHALO EZINGCWELE
Ukuba intsimbi ithe yaba buthuntu, àkalulola uhlangothi lwayo, wogonyela ngoko ngamandla; ke ubulumko buyanceda bulungise.
Compare
Explore INTSHUMAYELI 10:10
2
INTSHUMAYELI 10:4
Ukuba ukufutha komlawuli kuthe kwenyuka kwakuchasa, musa ukuyishiya indawo yakho; ngokuba ubulali buleleza izono ezikhulu.
Explore INTSHUMAYELI 10:4
3
INTSHUMAYELI 10:1
Iimpukane ezifileyo zinukisa zibilise amafutha omqholi; ubudenge obuncinane bunzima kunobulumko nozuko.
Explore INTSHUMAYELI 10:1
4
INTSHUMAYELI 10:12
Amazwi omlomo wesilumko anokubabala; ke yona imilebe yomlomo wesidenge iginya kwasona.
Explore INTSHUMAYELI 10:12
5
INTSHUMAYELI 10:8
Omba isigingqi, angéyela kuso; ochitha uthango, inyoka ingámluma.
Explore INTSHUMAYELI 10:8
Home
Bible
Plans
Videos