1
OOKUMKANI II 5:1
IZIBHALO EZINGCWELE
Ke kaloku uNahaman, umthethelimkhosi wokumkani wakwa-Aram,• waye eyindoda enkulu enkosini yakhe, ebekekileyo; ngokuba uYehova wayewanike ama-Aram usindiso ngaye. Loo ndoda yabe iligorha, ilikroti, kodwa ineqhenqa.
Compare
Explore OOKUMKANI II 5:1
2
OOKUMKANI II 5:10
UElisha wathuma umthunywa kuye, esithi, Yiya uhlambe izihlandlo ezisixhenxe eYordan, ibuyele kuwe inyama yakho, uhlambuluke.
Explore OOKUMKANI II 5:10
3
OOKUMKANI II 5:14
Wehla ke, wantywila izihlandlo ezisixhenxe eYordan, ngokwelizwi lomfo wakwaThixo; yabuya ke inyama yakhe, yanjengenyama yomntwana, wahlambuluka.
Explore OOKUMKANI II 5:14
4
OOKUMKANI II 5:11
Waba noburhalarhume uNahaman, wemka, wathi, Bonani, bendiba mna wophuma eze kum, eme anqule igama likaYehova uThixo wakhe, awangawangise isandla sakhe phezu kwale ndawo, alisuse iqhenqa.
Explore OOKUMKANI II 5:11
5
OOKUMKANI II 5:13
Bafika abakhonzi bakhe, bathetha naye, bathi, Bawo, ukuba umprofeti ubethethe into enkulu kuwe, ubungàyi kuyenza yini na? Kangakanani na ke xa athi kuwe, Hlamba, uhlambuluke?
Explore OOKUMKANI II 5:13
6
OOKUMKANI II 5:3
Yathi kwinkosikazi yayo, Akwaba inkosi yam le ibiphambi komprofeti okwaSamari! Ubeya kuyiphilisa eqhenqeni layo.
Explore OOKUMKANI II 5:3
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos