1
KWABASEKORINTE I 8:6
IZIBHALO EZINGCWELE
uYise, eziphuma kuye izinto zonke; nathi sikholo yena. Inye iNkosi, uYesu Kristu, ezingayo zonke izinto; nathi singaye.
Compare
Explore KWABASEKORINTE I 8:6
2
KWABASEKORINTE I 8:1-2
Ke kaloku, ngeendawo zamadini enziwa kwizithixo, ndithi, Siyazi ukuba sinokwazi sonke. Ukwazi oku kuyakhukhumalisa, ke lona uthando luyakha. Ukuba ke umntu uba wazi nto, akakazi nento ngoko amelwe kukwazi ngako.
Explore KWABASEKORINTE I 8:1-2
3
KWABASEKORINTE I 8:13
Ngenxa yoko ndithi, Ukuba ukudla kuyamkhubekisa umzalwana wam, andisayi kudla nyama naphakade, ukuze ndingamkhubekisi umzalwana wam.
Explore KWABASEKORINTE I 8:13
4
KWABASEKORINTE I 8:9
Lumkani ke, hleze elo gunya lenu libe sisiwiso kwabaswele amandla.
Explore KWABASEKORINTE I 8:9
Home
Bible
Plans
Videos