1
KWABASEKORINTE I 14:33
IZIBHALO EZINGCWELE
kuba uThixo akangowesiphithiphithi, ngowoxolo; njengokuba kunjalo kuwo onke amabandla abangcwele.
Compare
Explore KWABASEKORINTE I 14:33
2
KWABASEKORINTE I 14:1
Phuthumani uthando olo, nibe kodwa nizizondelela izipho ezizezoMoya, ngokukodwa ke ukuba niprofete.
Explore KWABASEKORINTE I 14:1
3
KWABASEKORINTE I 14:3
Ke yena oprofetayo uthetha ebantwini ulwakheko, noyalo, nokhuzo.
Explore KWABASEKORINTE I 14:3
4
KWABASEKORINTE I 14:4
Lowo uthetha ngalulwimi lumbi uzakha yena; ke lowo uprofetayo wakha ibandla.
Explore KWABASEKORINTE I 14:4
5
KWABASEKORINTE I 14:12
Ngokunjalo nani, ekubeni kaloku nizondelela izipho ezizezoMoya, zifuneleni ukuba nibe nazo ngokugqithiseleyo, ukuze lakheke ibandla.
Explore KWABASEKORINTE I 14:12
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos