uMarko 5:8-9
uMarko 5:8-9 CXB24
Kuba ebethe kuye, Phuma emntwini apho, moyandini ungcolileyo. Yambuza ke esithi, Ungubani na igama lakho? Waphendula ke yena esithi, NdinguMkhosi igama lam; kuba sibaninzi.