uLuka 5:12-13
uLuka 5:12-13 CXB24
Kwathi ekomnye umzi, babona ngendoda ezele liqhenqa; yathi yakumbona uYesu, yawa ngobuso, yambongoza isithi, Nkosi, ukuba uyathanda, unako ukundihlambulula. Wasolula isandla, wamchukumisa, esithi, Ndiyathanda, hlambuluka. Lathi kwaoko iqhenqa lemka kuye.