EYEZIQALO 15:1
EYEZIQALO 15:1 XHO96
Emva koku uAbram waba nombono apho weva *uNdikhoyo esithi: “Uze ungoyiki, Abram, ndim oya kukukhusela; ikwandim oya kukubonelela kanobom.”