EYEZIQALO 14:20
EYEZIQALO 14:20 XHO96
UThixo uPhezukonke okoyiseleyo iintshaba zakho, makadunyiswe.” Waza ke uAbram wakhupha izishumi zamaxhoba emfazwe, wanikela kuMelkizedeki.