1
uMarko uMarko 9:23
Contemporary Xhosa Bible 2024
Wathi uYesu kuye, Ewe, ukuba unokukholwa! Zonke izinto zinokwenzeka kuye okholwayo.
對照
探尋 uMarko uMarko 9:23
2
uMarko uMarko 9:24
Wakhala kwaoko uyise womntwana lowo, wathi eneenyembezi, Ndiyakholwa, Nkosi; kuncede ukungakholwa kwam.
探尋 uMarko uMarko 9:24
3
uMarko uMarko 9:28-29
Eye kungena endlwini, bambuza abafundi bakhe ngasese, besithi, Yayiyini na ukuba singabi nako ukuwukhupha thina? Wathi kubo, Olu hlobo alunako ukuphuma nganto, kungengako ukuthandaza nokuzila ukudla.
探尋 uMarko uMarko 9:28-29
4
uMarko uMarko 9:50
Ityuwa ilungile yona, kodwa ukuba ithe ityuwa ayaba nabutyuwa, noyivakalisa ngantoni na? Yibani netyuwa phakathi kwenu, nihlale ninoxolo omnye komnye.
探尋 uMarko uMarko 9:50
5
uMarko uMarko 9:37
Othe wamkela noko amnye wabantwana abanje, egameni lam, wamkela mna; nothe wamkela mna, akamkeli mna, wamkela lowo wandithumayo.
探尋 uMarko uMarko 9:37
6
uMarko uMarko 9:41
Kuba othe waniseza nendebe le yamanzi egameni lam, ngokuba ningabakaKristu, inene ndithi kuni, akasayi kuphulukana nomvuzo wakhe.
探尋 uMarko uMarko 9:41
7
uMarko uMarko 9:42
Nothe wakhubekisa noko amnye waba bancinane bakholwayo kum, ngekumlungele kanye ukuba ubegangxwe ilitye lokusila entanyeni yakhe, waphoswa elwandle.
探尋 uMarko uMarko 9:42
8
uMarko uMarko 9:47
Ukuba iliso lakho liya kukhubekisa, linyothule; kukulungele kanye ukungena ebukumkanini bukaThixo unaliso linye, kunokuba uthi, unamehlo amabini, uphoswe esihogweni somlilo
探尋 uMarko uMarko 9:47
首頁
聖經
計畫
視訊