1
ULUKA 22:42
IBHAYIBHILE
esithi: “Bawo, ukuba uyavuma, yisuse kum le ntlungu. Noko ke, makungabi kokuthandwa ndim, makube kokuthandwa nguwe okwenzekayo.” [
對照
探尋 ULUKA 22:42
2
ULUKA 22:32
kodwa mna ndikuthandazele ukuba ukholo lwakho lungapheli. Nawe ke, xa uthe waguquka, uze uwomeleze amakholwa.”
探尋 ULUKA 22:32
3
ULUKA 22:19
Wathatha isonka ke, wabulela, wasiqhekeza, wabanika esithi: “Ngumzimba wam lo [onikelwa ngenxa yenu. Oku kwenzeleni ukundikhumbula.”
探尋 ULUKA 22:19
4
ULUKA 22:20
Bakugqiba ukutya wayithatha kwangokunjalo nendebe, wathi: “Le ndebe ingumnqophiso omtsha osungulwa kukuphalala kwegazi lam.]
探尋 ULUKA 22:20
5
ULUKA 22:44
Edandathekile kakhulu uYesu, kwaba kukhona athandaza ngenyameko, kwada ukubila kwakhe kwangathi ngamathontsi egazi esiwa emhlabeni.]
探尋 ULUKA 22:44
6
ULUKA 22:26
Ke nina ze ningabi njalo; omkhulu kuni makabe njengomncinci, nokhokelayo afane nokhonzayo.
探尋 ULUKA 22:26
7
ULUKA 22:34
UYesu wathi: “Inene, Petros, kothi namhlanje ingekakhali inkuku, ube wena sewukhanyele kathathu ukuba uyandazi.”
探尋 ULUKA 22:34
首頁
聖經
計畫
視訊