1
UYOHANE 5:24
IBHAYIBHILE
“Ndithi kuni, inene, lowo uwevayo amazwi am, abe ekholwa kulowo undithumileyo, unobomi obungunaphakade. Yena akayi kugwetywa nokugwetywa, kuba selephumile ekufeni wangena ebomini.
對照
探尋 UYOHANE 5:24
2
UYOHANE 5:6
Kwathi uYesu akuyibona ilele apho, esazi nokuba selinexesha elide igula, wathi kuyo: “Uyafuna na ukuphila?”
探尋 UYOHANE 5:6
3
UYOHANE 5:39-40
Niyaziphengulula *iziBhalo, nizicingela okokuba ninobomi obungonaphakade ngokuzifunda; kanti zona zingqina ngam, kodwa nina anifuni ukuza kum ukuze nibe nabo obo bomi.
探尋 UYOHANE 5:39-40
4
UYOHANE 5:8-9
UYesu wathi kuso: “Phakama! Thatha ukhuko lwakho, uhambe.” Kwathi kwangoko waphila loo mntu, waluthatha ukhuko lwakhe, wahamba-hamba. Oku kwênzeka *ngoMhla wokuPhumla
探尋 UYOHANE 5:8-9
5
UYOHANE 5:19
Ke ngoko uYesu waziphendulela kumaJuda, wathi: “Ndithi kuni, inene, ayikho into ayenza ngegunya lakhe uNyana; kuphela wenza oko akubona kusenziwa nguYise. Oko akwenzayo uYise, naye uNyana uyakwenza
探尋 UYOHANE 5:19
首頁
聖經
計畫
視訊