1
IGENESIS 16:13
IZIBHALO EZINGCWELE
Walibiza igama likaYehova, obethetha naye, wathi, ÙnguThixo ozibonakalisayo. Ngokuba wathi, Ndisabona na nalapha, emveni kokuba ndimbonile?
對照
探尋 IGENESIS 16:13
2
IGENESIS 16:11
Sathi isithunywa sikaYehova kuye, Yabona ùmithi; uya kuzala unyana, umthiye igama elinguIshmayeli,• ngokuba uYehova uzivile iintsizi zakho.
探尋 IGENESIS 16:11
3
IGENESIS 16:12
Yena uya kuba ngumntu onjenge-esile lasendle ukundweba; isandla sakhe siya kuchasana nabantu bonke, isandla sabantu bonke sichasane naye; ahlale ebusweni babazalwana bakhe bonke.
探尋 IGENESIS 16:12
首頁
聖經
計畫
視訊