1
Ivangeli ka‐Johane 15:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Mna ndinguwo umti weveyine, nina ningawo amasebe: oti ahlale kum, nam ndihlale kuye, yena lo uyavelisa iziqa̔mo ezininzi; ngokuba ngapandle kwam ningenze luto.
对照
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:5
2
Ivangeli ka‐Johane 15:4
Hlalani kum, ndihlale nam kuni. Njengokuba isebe lingevelise iziqa̔mo ngokwalo, xeshekweni lingahlali emtini weveyine; kwa njalo nani aningevelise iziqa̔mo, xeshekweni ningahlali kum.
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:4
3
Ivangeli ka‐Johane 15:7
Ukuba niti nihlale kum, namazwi am ahlale kuni, niya kucela into enisukuba nitanda ukuyicela, naniya kwenzelwa yona.
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:7
4
Ivangeli ka‐Johane 15:16
Nina ananyula mna, koko mna ndanyula nina, ndanimisa, ukuze niye nivelise iziqa̔mo, nokuba iziqa̔mo zenu zibe nokuhlala; ukuze, oko enisukuba nikucela KUBAWO egameni lam, anipe kona.
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:16
5
Ivangeli ka‐Johane 15:13
Akuko namnye onotando olukulu kulo olu, lwokokuba umntu abeke pantsi ubomi bake ngenxa yezihlobo zake.
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:13
6
Ivangeli ka‐Johane 15:2
Onke amasebe akum engavelisi iziqa̔mo, wona uyawasusa: nawo onke evelisa iziqa̔mo, wona uyawahlambulula, ukuze avelise iziqa̔mo ezininzi ngakumbi.
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:2
7
Ivangeli ka‐Johane 15:12
Nguwo lo umyalelo wam, owokuba nitandane, kwa njengokuba nditandile nina.
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:12
8
Ivangeli ka‐Johane 15:8
Ngako oku uyenzelwa ubungcwalisa UBAWO, ukuba nivelise iziqa̔mo ezininzi; naniya kuba ngabadisipile bam.
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:8
9
Ivangeli ka‐Johane 15:1
MNA ndinguwo umti weveyine oyinyaniso, NOBAWO unguye umlimi.
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:1
10
Ivangeli ka‐Johane 15:6
Ukuba umntu akahlali kum, uyalahlwa njengesebe, ashwabane; bati abantu bawabute, bawapose emlilweni, atshiswe ke.
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:6
11
Ivangeli ka‐Johane 15:11
Ezizinto ndizitetile kuni, ukuze uvuyo lwam luhlale kuni, nokuba uvuyo lwenu luzaliseke.
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:11
12
Ivangeli ka‐Johane 15:10
Ukuba niyagcina imiyalelo yam, niya kuhlala elutandweni lwam; kwa njengokuba mna ndiyigcinile imiyalelo KABAWO, ndihlala nokuhlala elutandweni lwake.
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:10
13
Ivangeli ka‐Johane 15:17
Ndiyaniyalela ezizinto, ukuze nitandane.
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:17
14
Ivangeli ka‐Johane 15:19
Ukuba nibe ningabakulo ilizwe, ilizwe ngeliba litanda abalo; kodwa ngokuba ningengabakulo ilizwe, koko ndaninyulayo elizweni, ngenxa yoku ilizwe liyanitiya.
探索 Ivangeli ka‐Johane 15:19
主页
圣经
计划
视频