1
Ivangeli ka‐Johane 13:34-35
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Umyalelo omtsha ndiyawunika kuni, ukuba nitandane; njengokuba nditandile nina, ukuba nani nitandane kwa njalo. Ngako oku baya kukwazi bonke ukuba ningabadisipile bam, ukuba ninotando omnye kwomnye.
对照
探索 Ivangeli ka‐Johane 13:34-35
2
Ivangeli ka‐Johane 13:14-15
Ukuba ngoko ndizihlanzile mna inyawo zenu, ndiyinkosi nomfundisi, nifanelwe kukuti nani nihlanzelane inyawo. Ngokuba ndininikile umzekelo, ukuze niti, njengokuba ndenze mna kuni, nenje njalo nani.
探索 Ivangeli ka‐Johane 13:14-15
3
Ivangeli ka‐Johane 13:7
Wapendula u‐Yesu wati kuye: Oko ndikwenzayo akukwazi ngoku; kodwa uya kukuqonda kamva.
探索 Ivangeli ka‐Johane 13:7
4
Ivangeli ka‐Johane 13:16
Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuni: Akuko sicaka esikulu kwinkosi yaso, nomtunywa omkulu kowamtumayo.
探索 Ivangeli ka‐Johane 13:16
5
Ivangeli ka‐Johane 13:17
Ukuba ezizinto niyazazi, ninetamsanqa xeshekweni nizenzayo.
探索 Ivangeli ka‐Johane 13:17
6
Ivangeli ka‐Johane 13:4-5
wesuka esidlweni sokuhlwa, wazibeka pantsi ingubo, watabata iqiya, wazibinqa. Wandula wagalela amanzi esityeni, waqala ukuhlanza inyawo zabadisipile, nokuzisula ngeqiya leyo ubebinqiwe ngayo.
探索 Ivangeli ka‐Johane 13:4-5
主页
圣经
计划
视频