Wathi uRute, Musa akundibongoza ngokuthi mandikushiye, ndibuye, ndingàkulandeli; ngokuba apho uya khona, ndiya kuya nam; apho uya kuthi vu khona, ndiya kuthi vu khona; abantu bakowenu baya kuba ngabantu bam, uThixo wakho abe nguThixo wam
URUTE 1:16
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo