ISITYHILELO 14:6
ISITYHILELO 14:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndabona esinye isithunywa sezulu, siphaphazela esazulwini samazulu, sineendaba ezilungileyo ezingunaphakade, ukuba sizishumayele kwabo bemiyo phezu komhlaba, nakwiintlanga zonke, nezizwe, neelwimi, nabantu
ISITYHILELO 14:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndabona isithunywa sindanda phezulu esibhakabhakeni. Sasithunywe ukuba siye kuvakalisa uncuthu lweendaba ezingasoze zithini. Zona zezabo bonke abantu behlabathi, iintlanga, iilwimi ngeelwimi, nezizwe ngezizwe.
ISITYHILELO 14:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndabona esinye isithunywa sezulu, siphaphazela esazulwini samazulu, sineendaba ezilungileyo ezingunaphakade, ukuba sizishumayele kwabo bemiyo phezu komhlaba, nakwiintlanga zonke, nezizwe, neelwimi, nabantu
ISITYHILELO 14:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
NDAZA ndabona enye ingelosi ibaleka ngamapiko pakati kwezulu, inayo ivangeli engunapakade, ukuba iyishumayele kubo abemiyo pezu kwomhlaba, nakuzo zonke intlanga, nezizwe, nenteto, nabantu