IINDUMISO 22:3-5
IINDUMISO 22:3-5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ùngcwele ke wena, Ungulohlala ezindumisweni zakwaSirayeli. Oobawo bákholosa ngawe, Bakholosa, wabasiza; Bakhala kuwe, basinda; Bakholosa ngawe, àbadana.
Yabelana
Funda IINDUMISO 22IINDUMISO 22:3-5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kambe wena ungqendeve phakathi kwabakudumisayo; nditsho wena ngangamela yakwaSirayeli. Babekholose ngawe ookhokho bethu; babekuthembile, wabahlangula wena. Bakhala kuwe, wabakhulula wena; babethembele ngawe, akwabadanisa.
Yabelana
Funda IINDUMISO 22