UMARKO 9:23
UMARKO 9:23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi ke uYesu kuye, Ewe, ukuba unokukholwa! Zonke izinto zinokwenzeka kuye okholwayo.
Yabelana
Funda UMARKO 9UMARKO 9:23 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wathi kuye uYesu: “Oo, uthi: ‘Ukuba ndinako;’ – zonke izinto zinokwenzeka kokholwayo.”
Yabelana
Funda UMARKO 9UMARKO 9:23 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi uYesu kuye, Ewe, ukuba unokukholwa! Zonke izinto zinokwenzeka kuye okholwayo.
Yabelana
Funda UMARKO 9