UMARKO 6:41
UMARKO 6:41 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wazithabatha izonka zozihlanu neentlanzi zombini, wathi ekhangele ezulwini wasikelela, waziqhekeza izonka, wanika abafundi bakhe, ukuba babeke phambi kwabo; wathi neentlanzi zombini wazabela bona bonke.
UMARKO 6:41 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wazithatha uYesu ezo zonka zihlanu nezo ntlanzi zimbini, wathi, ekhangele ezulwini, wabulela, waziqhekeza izonka, wazinika abafundi bakhe, ukuba bazabele abantu. Kwanezo ntlanzi zimbini wazabela bona bonke.
UMARKO 6:41 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wazithabatha izonka zozihlanu neentlanzi zombini, wathi ekhangele ezulwini wasikelela, waziqhekeza izonka, wanika abafundi bakhe, ukuba babeke phambi kwabo; wathi neentlanzi zombini wazabela bona bonke.
UMARKO 6:41 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waza watabata izonka zozihlanu nentlanzi zombini, wakangela ngasezulwini, wabulela; waza waziqezula izonka, wanikela kubadisipile bake, ukuze bazibeke pambi kwabo; nentlanzi zombini wazabela kubo bonke.