UMATEYU 19:13
UMATEYU 19:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kwaza kwaziswa kuye abantwana, ukuze abeke izandla phezu kwabo, athandaze; basuka abafundi babakhalimela.
Yabelana
Funda UMATEYU 19UMATEYU 19:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kwaziswa abantwana kuYesu, ukuba ababeke izandla, abathandazele. Basuka abafundi bakaYesu babakhalimela abo babezisa abantwana
Yabelana
Funda UMATEYU 19