UMATEYU 11:25-26
UMATEYU 11:25-26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngelo xesha waphendula uYesu wathi, Ndiyabulela kuwe, Bawo, Nkosi yamazulu nehlabathi, ngokuba ezi zinto wazifihlayo kwizilumko nakwiingqondi, wazityhilela iintsana; ewe, Bawo, ngokuba kwakholeka phambi kwakho ukuba kube njalo.
UMATEYU 11:25-26 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngelo xesha uYesu wathi: “Ndiyakudumisa, wena Bawo, Nkosi yezulu nomhlaba, ngokuzifihla kwakho ezi zinto kwizilumko neengqondi, wazityhilela iintsana. Ewe, Bawo, wênjenje kuba kukholekile kuwe.
UMATEYU 11:25-26 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngelo xesha waphendula uYesu wathi, Ndiyabulela kuwe, Bawo, Nkosi yezulu nomhlaba, ngokuba ezi zinto wazifihlayo kwizilumko nakwiingqondi, wazityhilela iintsana; ewe, Bawo, ngokuba kwakholeka phambi kwakho ukuba kube njalo.
UMATEYU 11:25-26 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngeloxesha wapendula u‐Yesu wati: Ndiyakubulela, Bawo, Nkosi yezulu nomhlaba! ukuba ufihlele izilumko nezazi ezizinto, wazityilela intsana: ewe, Bawo! ngokuba okunjalo bekukolekile ebusweni bako.