UHEZEKILE 37:6
UHEZEKILE 37:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiya kunifaka imisipha, ndimilise kuni inyama, ndinaleke ngolùsu, ndifake umoya ngaphakathi kwenu, niphile; názi ukuba ndinguYehova.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 37UHEZEKILE 37:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiya kunamathelisa imisipha kuni, ndigqume ngenyama, ndize ndinambathise ngolusu. Ndiya kunifaka umoya, nize nibe ngabaphilayo. Niya kutsho nazi ukuba ndinguNdikhoyo.”
Yabelana
Funda UHEZEKILE 37