IDUTERONOMI 18:18
IDUTERONOMI 18:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ndiya kubavelisela umprofeti ephuma phakathi kwabazalwana babo, onjengawe; ndiwabeke amazwi am emlonyeni wakhe, athethe kubo konke endiya kubawisela umthetho ngako.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 18IDUTERONOMI 18:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiya kubanika umshumayeli ophuma kwakubo, afane nawe lo. Ke yena amazwi am aya kuphuma ngomlomo wakhe, aze abaxelele yonke imimiselo yam.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 18