IZIKRONIKE II 16:9
IZIKRONIKE II 16:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba uYehova, amehlo akhe asingasinga ehlabathini lonke, ukuba azomelezele abantliziyo ziphelele kuye. Wenza ubudenge ngale nto; ngokuba kususela ngoku wòba neemfazwe.
Yabelana
Funda IZIKRONIKE II 16IZIKRONIKE II 16:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku wona amehlo kaNdikhoyo akulo lonke ihlabathi, yaye ke uyabomeleza abo babambelele kuye ngokupheleleyo. Ewe, wenze into yobuyatha; ngoko ke ukusukela ngoku uza kuntyumpa-ntyumpeka emfazweni.”
Yabelana
Funda IZIKRONIKE II 16IZIKRONIKE II 16:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba amehlo kaYehova akhangela emhlabeni wonke ukuba omelele ngenxa yabo bantliziyo zizele nguye. Nenze ngobudenge; ke ngoko, niya kuba neemfazwe ukususela ngoku ukuya phambili.
Yabelana
Funda IZIKRONIKE II 16IZIKRONIKE II 16:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba UYEHOVA, amehlo ake ayasingasinga kuwo wonke umhlaba, ukuba azomelezele abantliziyo ikolisekile ngakuye. Wenzile ngobudenge ngalento; ngokuba kaloku kuya kumana kubako imfazwe kuwe.
Yabelana
Funda IZIKRONIKE II 16