USAMUWELI I 1:15
USAMUWELI I 1:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waphendula uHana, wathi, Hayi, nkosi yam, ndingumfazi omoya unobunzima, andiselanga wayini nasiselo sinxilisayo; ndiphalaza umphefumlo wam phambi koYehova.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 1USAMUWELI I 1:15 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Hayi, mhlekazi, andinxilanga,” waphendula watsho uHana. “Andikhange ndisele iwayini okanye utywala, nto nje ndibuhlungu kakhulu. Wena undibona ndibika intlungu yam kuNdikhoyo.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 1