OOKUMKANI I 3:13
OOKUMKANI I 3:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kananjalo oko ungàkucelanga ndikunikile nako, kwaubutyebi nozuko, ukuba kungabikho mntu unjengawe phakathi kookumkani yonke imihla yakho.
Yabelana
Funda OOKUMKANI I 3OOKUMKANI I 3:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngaphezulu ke ndiza kukunika nezo zinto ungazicelanga – ubutyebi nesihomo – ukuze ebomini bakho bonke ungabi nantanga kubo bonke ookumkani.
Yabelana
Funda OOKUMKANI I 3